Jump to content

Isitulo

Livela
Revision as of 19:12, 6 EkaTshazimpuzi 2018 by Deborahjay (inthetho | Igalelo) (rem unused section heading; add suggested category (red link); DEFAULTSORT)
(diff) Inguqulelo endala | Latest revision (diff) | Newer revision → (diff)
Isitulo

Isitulo sisihlalo sefenitsha. sisetyenziswa ngabantu xa befuna ukuhlala.  Izitulo zidla ngokuba nemilenze emine ukuze zikwazi  ukuxhasa  ubunzima bomntu ohleli kuzo. Ezinye iintlobo zezitulo, ezifana njengee-barstool, zinomlenze omnye kuphela osesizikithini sesitulo.  Izitulo ezi loluhlobo zidla ngokujikelezeswa [source?]. Ngamanye amaxesha izitulo zinezixhaso emacaleni azo ezisetyenziswa ngabantu xa befuna ukungqiyamisa iingalo zabo.  Ezi zitulo  zisenokubizwa njeneezitulo zengalo. Zininzi iintlobo zezitulo ezifana nezitulo ze-Windsor kunye nee-rocking chairs. Kukwakho nolunye uhlobo lwesitulo olubizwa ngokuba yisofa okanye i-settee. Esi ke sona sisoloko sisetyenziselwa ukuhlala tofotofo kwaye sinokuhlalwa ngabantu ababini nangaphezulu.