Jump to content

Imineral ekukutya

Livela
Revision as of 11:26, 17 EkaTshazimpuzi 2018 by Deborahjay (inthetho | Igalelo) (add category + red link category; DEFAULTSORT; stub template)
(diff) Inguqulelo endala | Latest revision (diff) | Newer revision → (diff)

Iiminerali zokutya zingamalungu ekhemikhali ekufuneka zibeyinxalenye yezidlo ezidliwa zizinto eziphilayo, ukongeza kumalungu amane angala: ekhabhorni i-hydrogen, i-nitrogen, kunye ne-oksijini la malungu sele exhaphake kakhulu kwizinto eziphefumlayo. 

Omnye wemizekelo eyaziwayo yi-calcium, efuneka kakhulu ebantwini nakwezinye  izilwanyana ezininzi ukuze zakhe amathambo namazinyo awomeleleyo. Inyama ebomvu ine-iron eninzi, nekuyimineral ethandwa kakhulu. Kubalulekile ukuba sibenayo i-iron njengoko isenza ii-cells ezibombu egazini. 

Amaphepha ahambelana nala

[tshintsha | Yenza izilungiso kokubhaliweyo]
  • I-Vitamin
  • I-Essential fatty acid
  • I-Essential amino acid