Ingxoxo ngemfazwe yamaXhosa
Appearance
![](http://178.128.105.246/host-http-upload.wikimedia.org/wikipedia/commons/thumb/7/75/Xhosa1851.jpg/280px-Xhosa1851.jpg)
Iimfazwe zamaXhosa (nezikwabizwa njengeemfazwe zencakam yekapa okanye iimfazwe zeminyaka elikhulu kwilizwekazi iAfrika), olu ke yayiluthotho lweemfazwe eziluthoba (ukusuka kwiminyaka yoo-1779 ukuya kweyo-1879) phakathi kweentlanga zamaXhosa nakubavukeli baseYurophu kule ndawo ibizwa ngokuba yimpuma Koloni emZantsi Afrika kungoku nje. Laa ngamaxesha amade eentshukumo zomkhosi kwimbali yokuthinjwa kweAfrika.