Ubudoda
![](http://178.128.105.246/host-http-upload.wikimedia.org/wikipedia/commons/thumb/b/b7/Mars_symbol.svg/170px-Mars_symbol.svg.png)
Inkunzi yenye yesini kwizini ezimbini ezifumaneka kwizilwanyana eziphefumlayo. Inkunzi yenye yesini kwizini ezimbini ezifumaneka kuninzi lwaso nasiphi na isidalwa esikwaziyo ukuzishukumela nokuphefumla. Inkoliso yazo ke zinezini ezimbini - inkunzi kunye nethokazi/mazi. Ebantwini endaweni yenkunzi sithi ngabantu basesibayeni ekuthiwa ngamadoda namakhwenkwe; ize endaweni yemazi okanye ithokazi, sibenabantu bangasegoqweni ekuthiwa ngabafazi namantombazana.
![](http://178.128.105.246/host-http-upload.wikimedia.org/wikipedia/commons/thumb/6/67/Male_reproductive_system_%28Labelled%29.jpg/220px-Male_reproductive_system_%28Labelled%29.jpg)
Zombini ke ezi zini zineentlobo-ntlobo zee-organs zokuzala, kunye neentlobo-ntlobo mpawu zeempawu ezixhasa isizalo. zikwaneentlobo-ntlobo zemisebenzi yakwabhayoloji. Abafazi bazala abantwana ngokuthi bafumane i-semen evela emadodeni. Kwiindawo zoluntu ezininzi, abafazi basoloko bebandakanyeka kwiindibano, ngeli lixa wona amadoda esoloko ezingela.
amaphepha anxulumene nala[tshintsha | Yenza izilungiso kokubhaliweyo]
- Umfazi/imazi